Nyamezela - Zahara

Nyamezela - Zahara

Год
2021
Язык
`鎌`
Длительность
330210

以下は曲の歌詞です Nyamezela 、アーティスト - Zahara 翻訳付き

歌詞 " Nyamezela "

原文と翻訳

Nyamezela

Zahara

Ndizonyamezela

Ndide ndifike kuwe

Ndizonyamezela

Imihla yam yolulwe

Ndizonyamezela

Ndize ndifike kuwe

Ndizonyamezela

Imihla yam yolulwe

Namhlanje ndinokholo

Ubomi buzo tshintsha

Ndiboni lizwe litsha

Sinothando

Andinanto esandleni

Ndize kanye nkosi

Liwa, libhek' umoya

Akukho themba

Ndizonyamezela

Ndide ndifike kuwe

Ndizonyamezela

Imihla yam yolulwe

Ndizonyamezela

Ndize ndifike kuwe

Ndizonyamezela

Imihla yam yolulwe

Kubekdala ingcinga

Ndihambe, ndibuye

Kuwe ndlela, namhlanje ndine themba

Ubomi buzo tshintsha (eish)

Ndikhula ndinesihlahla ngumthunzi wam

Namhlanje ndine themba

Ubomi buzotshintsha

Ndandisiya nezihlwele

Kuyo indlu yakho namhlanje ndindodwa

Undithembisile wothi uzobuya

Ndibekuwe indlela namhlamje ndindo

Ndandisiya nezihlwele

Kuyo indlu yakho namhlanje ndindodwa

Undithembisile uthi uzobuya

Ndivekuwe indlela namhlamje ndindodwa

Ndizonyamezela

Ndize ndifike kuwe

Ndizonyamezela

Imihla yam yolulwe

Ndizonyamezela

Zendifike kuwe

Ndizonyamezela

Imihla yam yolulwe

Ndizonyamezela

Ndize ndifike kuwe

200万曲以上の歌詞

様々な言語の楽曲

翻訳

あらゆる言語への高品質な翻訳

クイック検索

必要なテキストを数秒で見つけます