以下は曲の歌詞です Iphupho Lam’ 、アーティスト - Zahara 翻訳付き
原文と翻訳
Zahara
Ndinephupho ngezinto endingazaziyo
Kodwa ngeny’imini zizophumelela
Ndizalwe ndiyintombi yasebukhosini
Ndiyazidla ngenxa yakho
Empilweni ndizophumelela ngenxa yakho
Ndiyabulele enkosi kuwe
Ndibalekela kuwe
Undenza msulwa
Nok’ba umhlaba ungasohlukanisa
Phupho lwam dibana nam
Xa ukhona kuyenzeka
(Ngeny'imini as I’m breathing)
Phupho lwam dibana nam
Xa ukhona kuyenzeka
(Ngeny'imini as I’m breathing)
Ndibalekela kuwe
Undenza msulwa (aah aah)
Nok’ba umhlaba ungasohlukanisa (aah aah)
Ndinephupho ngezinto endingazaziyo
Kodwa ngeny’imini zizophumelela
Ndizalwe ndiyintombi yasebukhosini
Ndiyazidla ngenxa yakho
Ndibalkela kuwe (aah aah)
Undenza msulwa (aah aah)
Nok’ba umhlaba ungasohlukanisa (aah aah)
様々な言語の楽曲
あらゆる言語への高品質な翻訳
必要なテキストを数秒で見つけます