Sondela - Tresor, Msaki

Sondela - Tresor, Msaki

Год
2019
Язык
`鎌`
Длительность
273060

以下は曲の歌詞です Sondela 、アーティスト - Tresor, Msaki 翻訳付き

歌詞 " Sondela "

原文と翻訳

Sondela

Tresor, Msaki

Ndisakufunda

Amazwi akho ambalwa

Ucinga nzulu, ndiyakubona

Uyandichaza

Ngezontloni zakho

Nokuzinza kwakho

Ndiyak’verstaana

Uyandazi!

Mna ndizthandel’abantu

Ndihleka ndiveze elok’gqibela

Uyandibuka xa ndincokola

Uncumele ngaphakathi

Uyandibona

Sondela kum

Sondela kum

Baby sondela kum

Sukuzibalela

Unekhaya kum

Baby unekhaya kum

Unekhaya kum

Selikuncumele

Unemivunja moyo mama kama moto ya

Nyiragongo

Wanipa furaha kama mtori kama maji kwenye

Sahara

Umeniiba moyo dada baki basi tukae pamoja

Unanitisha ujasiri na mapenzi mi sijaona

Sondela kum

Sondela kum

Baby sondela kum

Sukuzibalela

Unekhaya kum

Baby unekhaya kum

Unekhaya kum

Selikuncumele

I just wanted to let you know my smile belongs to you, oh!

I just wanted to let you know my smile belongs to you, oh!

I just wanted to let you know my smile belongs to you, oh!

Sondela kum

Sondela kum

Baby sondela kum

Sukuzibalela

Unekhaya kum

Baby unekhaya kum

Unekhaya kum

Selikuncumele

200万曲以上の歌詞

様々な言語の楽曲

翻訳

あらゆる言語への高品質な翻訳

クイック検索

必要なテキストを数秒で見つけます