以下は曲の歌詞です Thetha 、アーティスト - The Soil 翻訳付き
原文と翻訳
The Soil
Sithetha nani nina badukile
Sithetha nani ekhaya banilindile
Sithetha nani nina badukile
Sithetha nani umculo omnandi unilindile
Uthi…
Zumba zumba zumba yeah, eh
Zumba zumba zumba yeah, eh
Zumba yeah, eh
Zumba yeah, eh
Zumba zumba zumba yeah, eh
Ikhaya lomculo mnandi
Ozefela kuthi
Yeah
(Papa wemba)
Thina siyay' shay' ingoma
(Buz uMasuka)
(Stimela)
NoMiriam Makeba
Ikhaya lomculo omnandi
(Buz Salif Kheitha)
Eyy
Thina siyay' shay' ingoma
(Buz' Brenda Fassie neBlack Mambazo)
Yeah, ey
Sithetha nani nina badukile
Sithetha nani ekhaya banilindile
Sithetha nani nina badukile
Sithetha nani umculo omnandi unilindile
Uthi…
Zumba zumba zumba yeah, eh
Zumba zumba zumba yeah, eh
Zumba yeah, eh
Zumba yeah, eh
Zumba zumba zumba yeah, eh
様々な言語の楽曲
あらゆる言語への高品質な翻訳
必要なテキストを数秒で見つけます