zange - Bongeziwe Mabandla

zange - Bongeziwe Mabandla

Год
2020
Язык
`鎌`
Длительность
229860

以下は曲の歌詞です zange 、アーティスト - Bongeziwe Mabandla 翻訳付き

歌詞 " zange "

原文と翻訳

zange

Bongeziwe Mabandla

Ekuqaleni kwakunzima ukuk’xelela

Kodwa emva kwexesha ndaqonda ukuba ndizincame

Wayinciba yonke intliziyo yami

Xa undixelela ukuba nawe uyandithanda

Zange, zange, zange ndaphinde ndafana

Ndaba ngomunye umuntu ukusukela oko

Zange, zange, zange ndaphinde ndafana

Ndaba ngomuny' umuntu ukusukela oko

Hlale ndiyicinga

Hlale ndiyicinga

Hlale ndiyicinga

Hlale ndiyicinga

Phambi kok’ba ufike

Ndandingayazi ukuba ndothini

Ngoba ndandinesidingo isidingo sothando

Ndayangwa nguwe, mna ndade ndaphila

Khona undibonisa ukuba nyani uyandithanda

Zange, zange, zange ndaphinde ndafana

Ndaba ngomunye umuntu ukusukela oko

Zange, zange, zange ndaphinde ndafana

Ndaba ngomuny' umuntu ukusukela oko

Hlale ndiyicinga

Hlale ndiyicinga

Hlale ndiyicinga

Hlale ndiyicinga

200万曲以上の歌詞

様々な言語の楽曲

翻訳

あらゆる言語への高品質な翻訳

クイック検索

必要なテキストを数秒で見つけます