Ndicel'ikiss - Berita

Ndicel'ikiss - Berita

Год
2020
Язык
`鎌`
Длительность
222000

以下は曲の歌詞です Ndicel'ikiss 、アーティスト - Berita 翻訳付き

歌詞 " Ndicel'ikiss "

原文と翻訳

Ndicel'ikiss

Berita

Baby ndicel' ikiss

Yiza ndik’phuze

Ndicel' ikiss

Yiza nono

Yisono na uk’thand' umuntu wakho?

Yisono na baby ndiyak’buza

Hayi xa kunjalo, kushukuthi ndizak’cel' uxolo

Yiza masthandane, sbhuqane, k’vuth' umlilo

Baby ndicel' ikiss

Yiza ndik’phuze

Ndicel' ikiss

Yiza nono

Ndik’funa la, eduze kwam

Baby ndicel' ikiss

Yiza ndik’phuze

Ooh yeah

Lityala na uk’thand umuntu wakho?

Lityala na, baby ndiyak’buza

Hayi xa kunjalo, kushukuthi ndzakufel ‘etrongweni

Yiza masthandane, sibhuqane, k’qhum' uthuli

Yeah sana, ndiyadideka, ndiya locka

Nyan nyan ungowami?

Ingathi andikholelwa

Intliziyo yami, uyayikhanyisa

Ikhanye ithi qwenge

Baby ndicel' ikiss

Yiza ndik’phuze

Ndicel' ikiss

Yiza nono

Ndik’funa la, eduze kwam

Baby ndicel' ikiss

Yiza ndik’phuze

Ndik’funa la, eduze kwam

Baby ndicel' ikiss

Yiza nono

Wena baby

Wena wena baby

Wena baby

Wena baby

Wena wena baby

Wena baby

Baby ndicel' ikiss

Yiza ndik’phuze

Ndicel' ikiss

Yiza nono

Ndik’funa la, eduze kwam

Baby ndicel' ikiss

Yiza ndik’qabule

Ndik’funa la, eduze kwam

200万曲以上の歌詞

様々な言語の楽曲

翻訳

あらゆる言語への高品質な翻訳

クイック検索

必要なテキストを数秒で見つけます